Hezekile 3:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Ngoko ndaphakama ndaya kwithafa elisentlanjeni, yaye jonga! uzuko lukaYehova lwalulapho,+ lufana nozuko endandilubone ngakumlambo iKebhare,+ ndaza ndaqubuda.
23 Ngoko ndaphakama ndaya kwithafa elisentlanjeni, yaye jonga! uzuko lukaYehova lwalulapho,+ lufana nozuko endandilubone ngakumlambo iKebhare,+ ndaza ndaqubuda.