Hezekile 4:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 “Emva koko ngqengqa ngecala lasekhohlo uze ulithwale ityala lendlu kaSirayeli.+ Uza kulithwala ityala labo kangangenani leentsuku ongqengqe ngazo.
4 “Emva koko ngqengqa ngecala lasekhohlo uze ulithwale ityala lendlu kaSirayeli.+ Uza kulithwala ityala labo kangangenani leentsuku ongqengqe ngazo.