Hezekile 4:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Emva koko wathi: “Nyana womntu, ndiza kukuphelisa ukutya kwakho eYerusalem,+ yaye baza kusitya ngomlinganiselo benexhala isonka sabo,+ namanzi abo baza kuwasela ngomlinganiselo besoyika.+
16 Emva koko wathi: “Nyana womntu, ndiza kukuphelisa ukutya kwakho eYerusalem,+ yaye baza kusitya ngomlinganiselo benexhala isonka sabo,+ namanzi abo baza kuwasela ngomlinganiselo besoyika.+