Hezekile 5:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Ndiza kuthumela kuni indlala namarhamncwa akhohlakeleyo,+ ibe aza kunihlutha abantwana benu. Niza kuthi shu sisifo esingubhubhani nokuchithwa kwegazi, ibe ndiza kunizisela ikrele.+ Mna Yehova, ndithethile.’”
17 Ndiza kuthumela kuni indlala namarhamncwa akhohlakeleyo,+ ibe aza kunihlutha abantwana benu. Niza kuthi shu sisifo esingubhubhani nokuchithwa kwegazi, ibe ndiza kunizisela ikrele.+ Mna Yehova, ndithethile.’”