-
Hezekile 6:9IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
9 Abo basindileyo baza kundikhumbula bephakathi kweentlanga abaya kube bethinjelwe kuzo.+ Baza kuqonda ukuba yaba buhlungu intliziyo yam ngenxa yentliziyo yabo engathembekanga eyandilahlayo,+ namehlo abo akhanuka izithixo ezenyanyekayo.+ Baza kuba neentloni baze bazicaphukele zonke izinto ezimbi nezenyanyekayo abazenzileyo.+
-