Hezekile 7:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Liza kufika ixesha, iza kufika imini. Umthengi makangavuyi, nomthengisi makangazili, kuba kukho umsindo ovuthayo ngakubo bonke abantu.*+
12 Liza kufika ixesha, iza kufika imini. Umthengi makangavuyi, nomthengisi makangazili, kuba kukho umsindo ovuthayo ngakubo bonke abantu.*+