Hezekile 7:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 Kuza kufika intlekele emva kwenye, kubekho ingxelo phezu kwengxelo, yaye abantu baza kufuna umbono kumprofeti,+ kodwa umthetho* uza kuphela kumbingeleli, necebiso liphele* kubadala.+
26 Kuza kufika intlekele emva kwenye, kubekho ingxelo phezu kwengxelo, yaye abantu baza kufuna umbono kumprofeti,+ kodwa umthetho* uza kuphela kumbingeleli, necebiso liphele* kubadala.+