Hezekile 8:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Wathi kum: “Nyana womntu, uyazibona na ezi zinto zimbi nezenyanyekayo ezenziwa yindlu kaSirayeli apha,+ ezindenza ndiyishiye ingcwele yam?+ Kanti ke useza kubona ezenyanyeka nezimbi nangakumbi.”
6 Wathi kum: “Nyana womntu, uyazibona na ezi zinto zimbi nezenyanyekayo ezenziwa yindlu kaSirayeli apha,+ ezindenza ndiyishiye ingcwele yam?+ Kanti ke useza kubona ezenyanyeka nezimbi nangakumbi.”