Hezekile 8:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Yaye abayi-70 kubadala bendlu kaSirayeli babemi phambi kwazo, noYahazaniya unyana kaShafan+ wayemi phakathi kwabo. Ngamnye wayephethe isitya sokutshisa isiqhumiso, kunyuka nelifu lesiqhumiso esiqholiweyo.+
11 Yaye abayi-70 kubadala bendlu kaSirayeli babemi phambi kwazo, noYahazaniya unyana kaShafan+ wayemi phakathi kwabo. Ngamnye wayephethe isitya sokutshisa isiqhumiso, kunyuka nelifu lesiqhumiso esiqholiweyo.+