Hezekile 8:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Wathi kum: “Nyana womntu, uyayibona na le nto? Yinto engenamsebenzi na kwindlu kaYuda ukwenza ezi zinto zenyanyekayo, ukuba bagcwalise ilizwe ngobundlobongela+ baze baqhubeke bendicaphukisa? Basondeza isebe* empumlweni yam.
17 Wathi kum: “Nyana womntu, uyayibona na le nto? Yinto engenamsebenzi na kwindlu kaYuda ukwenza ezi zinto zenyanyekayo, ukuba bagcwalise ilizwe ngobundlobongela+ baze baqhubeke bendicaphukisa? Basondeza isebe* empumlweni yam.