Hezekile 9:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Bulalani indoda endala, umfana, intombi engazange yalala nandoda, umntwana omncinci nabafazi.+ Kodwa ze ningasondeli nakuwuphi na umntu onophawu.+ Nize niqale engcweleni yam.”+ Ngoko aqala ngabadala ababephambi kwendlu.+
6 Bulalani indoda endala, umfana, intombi engazange yalala nandoda, umntwana omncinci nabafazi.+ Kodwa ze ningasondeli nakuwuphi na umntu onophawu.+ Nize niqale engcweleni yam.”+ Ngoko aqala ngabadala ababephambi kwendlu.+