Hezekile 9:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Ngoxa ayexabela, mna ndishiyeke ndedwa, ndaqubuda ndaza ndathi: “Awu, Nkosi enguMongami Yehova! Ngaba uza kubatshabalalisa bonke abashiyekileyo kwaSirayeli ngoxa ukhuphela umsindo wakho kwiYerusalem?”+
8 Ngoxa ayexabela, mna ndishiyeke ndedwa, ndaqubuda ndaza ndathi: “Awu, Nkosi enguMongami Yehova! Ngaba uza kubatshabalalisa bonke abashiyekileyo kwaSirayeli ngoxa ukhuphela umsindo wakho kwiYerusalem?”+