Hezekile 9:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Ngoko wathi kum: “Isiphoso sendlu kaSirayeli nekaYuda sikhulu, sikhulu kakhulu.+ Ilizwe ligcwaliswe kukuchithwa kwegazi,+ nesixeko sigcwele abantu abanamaqhinga.+ Kuba bathi, ‘UYehova ulishiyile ilizwe, uYehova akaboni.’+
9 Ngoko wathi kum: “Isiphoso sendlu kaSirayeli nekaYuda sikhulu, sikhulu kakhulu.+ Ilizwe ligcwaliswe kukuchithwa kwegazi,+ nesixeko sigcwele abantu abanamaqhinga.+ Kuba bathi, ‘UYehova ulishiyile ilizwe, uYehova akaboni.’+