Hezekile 10:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Xa zisima, ayesima; naxa ziphakama, ayephakama nazo, kuba umoya owawukwizidalwa eziphilayo* wawukuwo.
17 Xa zisima, ayesima; naxa ziphakama, ayephakama nazo, kuba umoya owawukwizidalwa eziphilayo* wawukuwo.