Hezekile 11:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Kanye xa ndigqiba ukuprofeta, wafa uPelatiya unyana kaBhenaya, ndaza ndaqubuda, ndatsho ngesikhalo esikhulu ndathi: “Owu, Nkosi enguMongami Yehova! Uza kubatshabalalisa bonke na abashiyekileyo kwaSirayeli?”+
13 Kanye xa ndigqiba ukuprofeta, wafa uPelatiya unyana kaBhenaya, ndaza ndaqubuda, ndatsho ngesikhalo esikhulu ndathi: “Owu, Nkosi enguMongami Yehova! Uza kubatshabalalisa bonke na abashiyekileyo kwaSirayeli?”+