Hezekile 11:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 “Ngoko ke yithi, ‘Ithi iNkosi enguMongami uYehova: “Ndiza kuniqokelela kwezo zizwana ndize ndinihlanganise emazweni enithe saa kuwo, yaye ndiza kuninika ilizwe lakwaSirayeli.+
17 “Ngoko ke yithi, ‘Ithi iNkosi enguMongami uYehova: “Ndiza kuniqokelela kwezo zizwana ndize ndinihlanganise emazweni enithe saa kuwo, yaye ndiza kuninika ilizwe lakwaSirayeli.+