Hezekile 12:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Inkosi ekunye nabo iza kuxwaya iimpahla zayo emagxeni ize imke ngobumnyama. Iza kugqobhoza eludongeni, iphume neempahla zayo kulo.+ Iza kubogquma ubuso bayo ukuze ingawuboni umhlaba.’
12 Inkosi ekunye nabo iza kuxwaya iimpahla zayo emagxeni ize imke ngobumnyama. Iza kugqobhoza eludongeni, iphume neempahla zayo kulo.+ Iza kubogquma ubuso bayo ukuze ingawuboni umhlaba.’