Hezekile 12:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Ndiza kuphosa umnatha wam wokuzingela phezu kwayo, ibe iza kubambeka kuwo.+ Emva koko ndiyise eBhabhiloni, kwilizwe lamaKhaledi, kodwa ayizukulibona; ibe iza kufela apho.+
13 Ndiza kuphosa umnatha wam wokuzingela phezu kwayo, ibe iza kubambeka kuwo.+ Emva koko ndiyise eBhabhiloni, kwilizwe lamaKhaledi, kodwa ayizukulibona; ibe iza kufela apho.+