Hezekile 13:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Yonke le nto ibangelwa kukuba babalahlekisile abantu bam, ngokuthi, “Kukho uxolo!” kodwa lungekho.+ Xa kwakhiwe udonga lokwahlula oluyekeyeke, baluqaba mhlophe.’*+
10 Yonke le nto ibangelwa kukuba babalahlekisile abantu bam, ngokuthi, “Kukho uxolo!” kodwa lungekho.+ Xa kwakhiwe udonga lokwahlula oluyekeyeke, baluqaba mhlophe.’*+