19 Niza kundingcolisa na phakathi kwabantu bam ngenxa yerhasi egcwalise isandla nangenxa yamaqhekeza esonka,+ nibulala abantu abangafanelanga bafe, nize nibagcine bephila abo bangafanele baphile, yonke le nto niyenzela ukuqhatha abantu bam abamamela ubuxoki benu?”’+