Hezekile 13:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Ngoko nina bafazindini niza kuyeka ukubona imibono yobuxoki, niyeke nokuvumisa;+ ndiza kubasindisa abantu bam kuni, nitsho nazi ukuba ndinguYehova.’”
23 Ngoko nina bafazindini niza kuyeka ukubona imibono yobuxoki, niyeke nokuvumisa;+ ndiza kubasindisa abantu bam kuni, nitsho nazi ukuba ndinguYehova.’”