Hezekile 14:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 “Nyana womntu, la madoda azimisele ukulandela izithixo zawo ezenyanyekayo,* ibe amise umqobo obangela ukuba abantu bone. Ngaba ndimele ndiwavumele ukuba abuze kum?+
3 “Nyana womntu, la madoda azimisele ukulandela izithixo zawo ezenyanyekayo,* ibe amise umqobo obangela ukuba abantu bone. Ngaba ndimele ndiwavumele ukuba abuze kum?+