Hezekile 14:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Kodwa ke, abanye abashiyekileyo baza kubaleka baphume,+ oonyana neentombi. Beza kuni, yaye xa nibona iindlela zabo nezenzo zabo, niza kuthuthuzeleka kwintlekele endiya kube ndiyizise eYerusalem, kuyo yonke into endiza kube ndiyenzile kuyo.’”
22 Kodwa ke, abanye abashiyekileyo baza kubaleka baphume,+ oonyana neentombi. Beza kuni, yaye xa nibona iindlela zabo nezenzo zabo, niza kuthuthuzeleka kwintlekele endiya kube ndiyizise eYerusalem, kuyo yonke into endiza kube ndiyenzile kuyo.’”