-
Hezekile 16:4IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
4 Xa wawuzalwa, ngemini owazalwa ngayo, ayizange inqunyulwe inkaba yakho, awuzange uhlanjwe nangamanzi ukuze ucoceke, yaye awuzange uhlikihlwe ngetyiwa, ungazange usongelwe nangamalaphu.
-