8 “‘Xa ndandidlula ndaza ndakubona, ndaqaphela ukuba wawukhule ngokwaneleyo yaye uzilungele izincokoliso zothando. Ndasolulela phezu kwakho isambatho sam,+ ndabogquma ubuze bakho, ndaza ndenza isivumelwano kunye nawe,’ itsho iNkosi enguMongami uYehova, ‘waza waba ngowam.