Hezekile 16:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Wathatha ezinye iimpahla zakho waza wenza iindawo eziphakamileyo eziyimibala ngemibala, wathengisa ngomzimba kuzo.+ Izinto ezinjalo azifanelanga zenzeke nanini na.
16 Wathatha ezinye iimpahla zakho waza wenza iindawo eziphakamileyo eziyimibala ngemibala, wathengisa ngomzimba kuzo.+ Izinto ezinjalo azifanelanga zenzeke nanini na.