Hezekile 16:28 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 28 “‘Kuba wawunganeliseki, wathengisa ngomzimba koonyana baseAsiriya,+ kodwa emva kokuba uthengise ngomzimba kubo, wawungekaneliseki.
28 “‘Kuba wawunganeliseki, wathengisa ngomzimba koonyana baseAsiriya,+ kodwa emva kokuba uthengise ngomzimba kubo, wawungekaneliseki.