Hezekile 16:33 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 33 Abantu baqhele ukubapha izinto abafazi abathengisa ngomzimba,+ kodwa wena nguwe obanika izipho bonke abo bakukhanukayo,+ yaye uyabanyoba ukuze beze kuwe besuka kuzo zonke iindawo ukuze ulale nabo.+
33 Abantu baqhele ukubapha izinto abafazi abathengisa ngomzimba,+ kodwa wena nguwe obanika izipho bonke abo bakukhanukayo,+ yaye uyabanyoba ukuze beze kuwe besuka kuzo zonke iindawo ukuze ulale nabo.+