Hezekile 16:61 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 61 Uza kuzikhumbula izinto owazenzayo uze ube neentloni+ xa usamkela oodadewenu, abadala nabancinci kuwe, yaye ndiza kubanika wena babe ziintombi zakho, kodwa hayi ngenxa yesivumelwano sakho.’
61 Uza kuzikhumbula izinto owazenzayo uze ube neentloni+ xa usamkela oodadewenu, abadala nabancinci kuwe, yaye ndiza kubanika wena babe ziintombi zakho, kodwa hayi ngenxa yesivumelwano sakho.’