Hezekile 17:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Wathatha nomnye kwinzala* yasebukhosini,+ wenza isivumelwano naye waza wamfungisa.+ Emva koko wathatha awona madoda adumileyo elizwe,+
13 Wathatha nomnye kwinzala* yasebukhosini,+ wenza isivumelwano naye waza wamfungisa.+ Emva koko wathatha awona madoda adumileyo elizwe,+