Hezekile 17:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Ndiza kuphosa umnatha wam wokuzingela phezu kwakhe, aze abambeke kuwo.+ Ndiza kumzisa eBhabhiloni ndize ndimgwebe apho kuba engakhange athembeke kum.+
20 Ndiza kuphosa umnatha wam wokuzingela phezu kwakhe, aze abambeke kuwo.+ Ndiza kumzisa eBhabhiloni ndize ndimgwebe apho kuba engakhange athembeke kum.+