Hezekile 18:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 “‘Kodwa niza kuthi: “Kutheni unyana engabekwa tyala ngenxa yesono sikatata wakhe?” Ekubeni unyana enze okusesikweni* nobulungisa, wayithobela imithetho yam, ngokuqinisekileyo uza kuhlala ephila.+
19 “‘Kodwa niza kuthi: “Kutheni unyana engabekwa tyala ngenxa yesono sikatata wakhe?” Ekubeni unyana enze okusesikweni* nobulungisa, wayithobela imithetho yam, ngokuqinisekileyo uza kuhlala ephila.+