Hezekile 18:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Umphefumlo* owonayo kuza kufa wona.+ Unyana akazukuthwala ityala lezono zikatata wakhe, notata akazukuthwala ityala lezono zonyana wakhe. Ilungisa liza kuvuzwa lodwa ngobulungisa balo, nomenzi-bubi uza kuvuzwa yedwa ngobubi abenzileyo.+ Hezekile ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 18:20 IMboniselo,3/15/2010, iphe. 28-29
20 Umphefumlo* owonayo kuza kufa wona.+ Unyana akazukuthwala ityala lezono zikatata wakhe, notata akazukuthwala ityala lezono zonyana wakhe. Ilungisa liza kuvuzwa lodwa ngobulungisa balo, nomenzi-bubi uza kuvuzwa yedwa ngobubi abenzileyo.+