Hezekile 18:29 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 29 “‘Kodwa indlu kaSirayeli iza kuthi: “UYehova akenzi ngobulungisa.” Ngaba nyhani ndim ongenzi ngobulungisa, ndlu kaSirayeli?+ Ayinini na abangenzi ngobulungisa?’ Hezekile ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 18:29 IMboniselo,8/15/2013, iphe. 11
29 “‘Kodwa indlu kaSirayeli iza kuthi: “UYehova akenzi ngobulungisa.” Ngaba nyhani ndim ongenzi ngobulungisa, ndlu kaSirayeli?+ Ayinini na abangenzi ngobulungisa?’