Hezekile 19:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Umlilo wasuka emasebeni akhe* wanwenwela kumasetyana nakwiziqhamo zakhe.Akukho sebe lomeleleyo lasindayo, akwabikho ntonga yokulawula.+ “‘Yingoma yokuzila leyo, yaye iza kuhlala iyingoma yokuzila.’”
14 Umlilo wasuka emasebeni akhe* wanwenwela kumasetyana nakwiziqhamo zakhe.Akukho sebe lomeleleyo lasindayo, akwabikho ntonga yokulawula.+ “‘Yingoma yokuzila leyo, yaye iza kuhlala iyingoma yokuzila.’”