-
Hezekile 20:1IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
20 Ngonyaka wesixhenxe, ngenyanga yesihlanu, ngomhla weshumi kuloo nyanga, abanye kubadala bakwaSirayeli beza kuhlala phambi kwam ukuze babuzise kuYehova.
-