Hezekile 20:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 “‘“Kodwa abo nyana bandijikela.+ Abazange bayithobele imithetho yam nemiyalelo yam, leyo imenza afumane ubomi umntu oyithobelayo. Neesabatha zam bazingcolisa. Ngoko ndathembisa ukuwukhuphela kubo entlango umsindo wam nokucaphuka kwam.+
21 “‘“Kodwa abo nyana bandijikela.+ Abazange bayithobele imithetho yam nemiyalelo yam, leyo imenza afumane ubomi umntu oyithobelayo. Neesabatha zam bazingcolisa. Ngoko ndathembisa ukuwukhuphela kubo entlango umsindo wam nokucaphuka kwam.+