Hezekile 20:41 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 41 Ngenxa yevumba elimnandi, ndiza kukholwa nini xa ndinikhupha kwizizwana ndize ndiniqokelele nivela kumazwe enanichithachithwe kuwo;+ ndenziwe ngcwele phakathi kwenu phambi kwamehlo eentlanga.’+
41 Ngenxa yevumba elimnandi, ndiza kukholwa nini xa ndinikhupha kwizizwana ndize ndiniqokelele nivela kumazwe enanichithachithwe kuwo;+ ndenziwe ngcwele phakathi kwenu phambi kwamehlo eentlanga.’+