-
Hezekile 21:7IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
7 Ukuba bathi kuwe, ‘Kutheni uncwina nje?’ uze uthi, ‘Ndincwiniswa yingxelo.’ Kuba ngokuqinisekileyo iza kuza, yaye zonke iintliziyo ziza kunyibilika, nezandla zonke ziza kuwa kukutyhafa, nomoya wonke uza kudakumba, namadolo onke aza kuthontsiza amanzi.*+ ‘Jonga! Ngokuqinisekileyo iza kuza, iza kwenzeka,’ itsho iNkosi enguMongami uYehova.”
-