Hezekile 21:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 “‘Lila uze wenze isijwili,+ nyana womntu, kuba libafikele abantu bam; lizifikele zonke iinkosi zakwaSirayeli.+ Ziza kuba ngamaxhoba ekrele, zona kunye nabantu bam. Ngoko zibethe ethangeni ukhathazekile.
12 “‘Lila uze wenze isijwili,+ nyana womntu, kuba libafikele abantu bam; lizifikele zonke iinkosi zakwaSirayeli.+ Ziza kuba ngamaxhoba ekrele, zona kunye nabantu bam. Ngoko zibethe ethangeni ukhathazekile.