Hezekile 21:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 “Wena ke, nyana womntu, bonisa iindlela ezimbini eliza kungena ngazo ikrele lokumkani waseBhabhiloni. Zombini ziza kuphuma kwilizwe elinye, yaye kufanele kumiswe uphawu* apho yahlukana khona indlela ukuya kwizixeko ezibini.
19 “Wena ke, nyana womntu, bonisa iindlela ezimbini eliza kungena ngazo ikrele lokumkani waseBhabhiloni. Zombini ziza kuphuma kwilizwe elinye, yaye kufanele kumiswe uphawu* apho yahlukana khona indlela ukuya kwizixeko ezibini.