-
Hezekile 21:21IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
21 Kuba ukumkani waseBhabhiloni uyema ukuze abhenele ekuvumiseni ekwahlukaneni kwendlela, apho yahlukana khona ibe ziindlela ezimbini. Uhlukuhla iintolo. Ubuza kwizithixo zakhe; uhlola isibindi.
-