Hezekile 21:32 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 32 Umlilo uza kubaswa ngawe;+ igazi lakho liza kuchithwa elizweni, ibe awuzukuba sakhunjulwa, kuba mna Yehova, ndithethile.’”
32 Umlilo uza kubaswa ngawe;+ igazi lakho liza kuchithwa elizweni, ibe awuzukuba sakhunjulwa, kuba mna Yehova, ndithethile.’”