Hezekile 22:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Ngaba uza kuhlala unesibindi* yaye ngaba izandla zakho ziza kuhlala zomelele xa ndisilwa nawe?+ Mna Yehova ndithethile, yaye ndiza kuyenza loo nto.
14 Ngaba uza kuhlala unesibindi* yaye ngaba izandla zakho ziza kuhlala zomelele xa ndisilwa nawe?+ Mna Yehova ndithethile, yaye ndiza kuyenza loo nto.