Hezekile 23:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Babethengisa ngomzimba eYiputa;+ bathengisa ngomzimba ukususela ebutsheni babo. Amabele abo ayecofa-cofwa apho, kuphatha-phathwa nezifuba zabo ngoxa babengazange balala nandoda.
3 Babethengisa ngomzimba eYiputa;+ bathengisa ngomzimba ukususela ebutsheni babo. Amabele abo ayecofa-cofwa apho, kuphatha-phathwa nezifuba zabo ngoxa babengazange balala nandoda.