Hezekile 23:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 oonyana baseBhabhiloni+ nawo onke amaKhaledi,+ amadoda asePekodi,+ eShowa naseKowa, kunye nabo bonke oonyana baseAsiriya. Bonke ngabafana abanqwenelekayo, abalawuli namasekela-baphathi, amakroti nabachongiweyo,* bonke bekhwele amahashe.
23 oonyana baseBhabhiloni+ nawo onke amaKhaledi,+ amadoda asePekodi,+ eShowa naseKowa, kunye nabo bonke oonyana baseAsiriya. Bonke ngabafana abanqwenelekayo, abalawuli namasekela-baphathi, amakroti nabachongiweyo,* bonke bekhwele amahashe.