Hezekile 23:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Baza kukuhlasela ngeenqwelo zemfazwe, ngamavili nangemikhosi emikhulu, ngekhaka elikhulu nelincinci nangesigcina-ntloko. Baza kukurhangqa, ibe ndiza kubanika igunya lokukugweba, bakugwebe ngendlela abafuna ngayo.+
24 Baza kukuhlasela ngeenqwelo zemfazwe, ngamavili nangemikhosi emikhulu, ngekhaka elikhulu nelincinci nangesigcina-ntloko. Baza kukurhangqa, ibe ndiza kubanika igunya lokukugweba, bakugwebe ngendlela abafuna ngayo.+