Hezekile 27:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Onke amaplanga akho, wena uyinqanawa, bawenza ngemithi yejunipha yaseSenire,+Bathatha umsedare waseLebhanon ukuze baxhome iiseyile zenqanawa kuwo.
5 Onke amaplanga akho, wena uyinqanawa, bawenza ngemithi yejunipha yaseSenire,+Bathatha umsedare waseLebhanon ukuze baxhome iiseyile zenqanawa kuwo.