-
Hezekile 27:11IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
11 Macala onke eendonga zakho kwakumi amadoda aseArvadi awayesemkhosini wakho,
Ibe kwakukho amadoda angamakroti kwiinqaba zakho.
Axhoma amakhaka arawundi macala onke eendonga zakho
Aza abenza bagqibelela ubuhle bakho.
-