Hezekile 27:32 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 32 Baza kwenza isijwili bakuculele ingoma yokuzila bathi: ‘Ngubani na onjengeTire, ethe cwaka ngoku phakathi elwandle?+
32 Baza kwenza isijwili bakuculele ingoma yokuzila bathi: ‘Ngubani na onjengeTire, ethe cwaka ngoku phakathi elwandle?+